Chairperson, before my time expires I want to appeal to South Africans, particularly the local municipality level. Let me start with Joe Gqabi Municipality.
IsiXhosa:
Njengoko sisazi ukuba uMasipala wesiThili iJoe Gqabi uye wehlelwa sisithwakumbe sentlekele, siye sabeka bucala imali engange- R67 million eza kusetyenziswa liphondo ukuqinisekisa ukuba abantu baseJoe Gqabi baphila ubomi obungcono. [Kwaqhwatywa.] Xa siphehlelela lo Mthetho oYilwayo siyaqinisekisa siyi-ANC ukuba siya kuzifezekisa izithembiso zethu kuni mhla sasinicela ukuba nisivotele.
English:
The ANC supports the Bill. [Applause.]