Yayiyibonile ngelaa xesha into yokuba xa umama uMosala ezakufumana indlu eneminyaka engama-89 ubudala, abantu bethu babesebenza emakhitshini besebenza phantsi korhulumente wocalucalulo. Umbutho we-ANC noku unoxanduva lokwakhela abantu abadala, abagqiba amandla abo emakhitshini ukuze kuthi xa bebadala bakhutshelwe ngaphandle.