Hon member, that is not the point of order.
IsiXhosa:
Ndiza kucela usinyamezele Sihlalo weNdlu. Xa esithi, la masela- eli gama likwisininzi- kwaye ubhekisa kuthi.
USIHLALO WENDLU (Nks A T Didiza): Lungu elihloniphekile unyanisile kodwa ukuba akukhomntu obizwe ngegama loo nto leyo ayibizwa njengokuba ayikhosemthethweni. Ndifuna ukucela kuni malungu ahloniphekileyo ukuba sihloniphane zininzi izinto ezisilindileyo kwaye kukho nenqwaba yeengxelo apha. Qhubeleka lungu elihloniphekileyo.