Masiwucacise ke lo mba wezindlu eziseBonn. Indonga zaseBerlin zawa ngowe- 1989. Kwakusaphethe wona ke kanye lamadlagusha selekhala ngoku. Ngoku urhulumente we-ANC ulungisa amanyala ela xesha lawo. Yinyaniso ke ngenene ukuba imoto ehambayo yiyo ekhonkothwayo. Loo nto siyibona apha kuthi njenge- ANC. Kungxola kanye aba babemoshe ilizwe laseMzansi Afrika iminyaka engama- 300.