Alinakho ukunyanga kwisisu esingenanto ikhala. Ndikhule ngalo. Ewe, niqale natya iiplam. Okwesibini, lo rhulumente wenu sayithetha kudala le nto sathi, ukuba aniyiqapheli imali eniyinika oomasipala phaya ezantsi niza kufikelela kwixesha apho niza kuchitha imali enkulu kwi...