Hon Chairperson and my colleagues, fellow South Africans, ...
IsiXhosa:
... mandinibulise emva kwale mini. Esona sizathu esabangela ukuba siye e- UK yayikufuna ukwazi kubantu abasele besebenzisa lo Mthetho oYilwayo weTyala weSizwe - National Credit Bill- ukuba bawenza njani na kwaye usebenza njani? Kaloku eli qela liphikisayo, elilapha ekunene kwam, lalisithi ukuba sikhe nje sawusebenzisa lo Mthetho oYilwayo umnotho weli lizwe uza kuwa kwaye iibhanki ziya kuvala.