entliziyweni yalo ngabantu abahluphekileyo. Kuhambo lwethu lwase-UK sifunde ukuba urhulumente waphaya uyabafundisa abantu bakhe ngokuphatha imali. Oongxowa beebhanki bakhupha imali kubo ukuze kufundiswe abantu ngendlela eyiyo yokuphatha imali. Loo nto idala ukuba abantu basinde ekubolekeni imali kwaba krebe babolekisa ngemali.