... qha le mali incinci kakhulu. Nani ngoku ningenwa yile nto yokuthi masininikeni ibitjie lalatjie nje okokuba ukwazi ukulala utyile. Awukwazi nokondla abantwana, yindlalo le. Le mali bekufanele ukuba noko ithe nyii. Ndiyekile mna ukuthetha ngokulungiswa kwalo Mthetho osaYilwayo qhubekani nina thina siya kuthetha ngazo ngenye emini.