Mr Mlindi Advent Nhanha

Politician Profile Page

Mlindi Advent Nhanha

About Mlindi Advent Nhanha

Appearances

Enkosi Sekela Sihlalo, Mphathiswa ohloniphekileyo, kule minyaka ingama-20 nangaphezulu sizibonile iibhodi namagosa ayintloko zifika ziphinde zimke eSABC. Zonke xa zifika zithembisa utshintsho kodwa ii...

English:

...facts out there are telling ...

Mphathiswa, ngomhla we-6 kweyeNkanga kunyaka ophelileyo iKomishoni yoPhando ngokuXhatshazwa ngokweSondo ye-SABC (Commission of Enquiry into Sexual Harassment SABC), yathi thakanca ingxelo yayo. Esinye seziphakamiso sikhuthaza iSABC ukuba ize nento efana ...

Mphathiswa, umcimbio wemali uwunyathele ukuba imali ayikho. Asinakuze sikunkqangise ngokungabikho kwemali kuba ayenziwanga nguwe kwaye siyayazi imali yeli lizwe ukuba yayokutshona phi na. Ingaba uyaneliseka kusini na ukuba phaya ... ...