Mr Phumelele Ntshiqela

Politician Profile Page

Phumelele Ntshiqela

About Phumelele Ntshiqela

Appearances

NdinguDlangamandla, Deputy Speaker namalungu onke ahloniphekileyo. Nokuba ngubani, nokuba uphi, ukuba umntu ufuna ukuphelisa isizwe uya kusengela phantsi ulwimi lweso sizwe. Iyinyaniso into yokuba isidima soninzi lwabantu bakowethu sagruzulwa ngolunya ...

Hon Chairperson, Minister and Deputy Minister, hon Members of Parliament, traditional leaders, guests and civil society leadership ...

... ndiyanibulisa. Nibahle nonke. Mna ke ndinguDlangamandla, uMchenge, uNgonyama, uNkomo, uHlalukana, uMjongi, ...

Hon Speaker ... nabo bonke abakule Ndlu, ingakumbi abo bakwaDlangamandla naseMazizini, ndiyanibulisa ngegama leNkosi.

Okokuqala, manditsho ukuba akukho nto ibuhlungu njengokuba abantwana abasesikolweni bekhuthazwa ukuba bathethe iilwimi ezingezizo ezakumawabo ngamaxesha ...