Mhlalingaphambili, urhulumente oxhuzulwa imikhala okhokelwa ngumbutho wesizwe i-ANC, kwezinye zezithembiso zawo, watsho ukuba siya kuba siyiphelisile inkqubo yokuthuthwa kwelindle ngamabhakethi. Abantu baseMsobomvu, oquka i-Noupoort, i-Colesberg kunye ne-Norvalspont, ngokwezithembiso zethu, urhulumente waseMsobomvu uqalisile ukuguzula amabhakethi kwilokishi yabebala ekuthiwa yi-Louwryville kunye nekuthiwa yiKuyasa, lokishi ezo ebezisebenzisa amabhakethi okoko zakhiwayo, efaka endaweni yawo imibhobho yogutyulo-lindle yala maxesha.
Thina singamalungu ombutho wesizwe i-ANC siya kuthi gqolo sisebenzisana nabantu bakuthi ukudala ubomi obungcono kumntu wonke. Camagu! [Kwaqhwatywa.] (Translation of isiXhosa member's statement follows.)
[Mr S E ASIYA (ANC): Chairperson, the ANC- led government stated very clearly, amongst its promises, that the bucket system would be eradicated. The government has already embarked on its programme of the eradication of the bucket system in the following communities: Msobomvu, Nouport and Colesberg, as well as Norvalspont.
In terms of our promises, the government has begun eradicating the bucket system at the coloured township called Louwryville as well as at Kuyasa, which have been utilising the bucket system since their inception. The bucket system has been replaced with the modern waterborne system.
We, as members of the ANC, will continuously co-operate with our people in ensuring that there is better life for all our people. Thank you. [Applause.]]