ignorance of the law is not an excuse
Isizulu:
No, Mam Khawula, ngicela uhlale phansi, uyeke ukhuluma
English:
I am switching off now. What are you rising on?
IsiXhosa:
Ndicela ukubuza Sekela Somlomo, ingaba awuliva na ela qela labantu likwela cala? Awuliva ela qela likwela cala? Ukuze ulive iqela labantu kufuneka ulive kweli cala lempahla ezibomvu? Awuliva ela qela labantu lingaphaya?
English:
Hon member, what is your point? [Interjections.]
IsiXhosa:
Yile nto ndikuxelela yona, yokuba awuliva na ela qela labantu lingaphaya? Unecala wena Sekela