Hon Van Dyk, you pressed for a follow up? [Interjections.] I know she was the first one. She pressed again.
No, I didn't press again. It was still on. In any case, my question was not answered. I would be glad if I could get an answer to the second part of the question.
IsiXhosa:
UMPHATHISWA WEZONXIBELELWANO: Sihlalo weNdlu, kulo wokuqala bendiyibeke elubala ukuba ubheke ecaleni. Ndiza kuphendula lona athi andikhange ndiwuphendule. Lo mbuzo ufuna ukuqonda ukuba ingaba singurhulumente siza kuthumela abantu kusini na xa siza kubanika imali. Ndiza kuthi njengokuba ubumvile uMphathiswa wezeZimali ukuba apho siza kuthatha khona imali yabarhafi siyifake kuba sincedisa, sinyanzelekile ukuba sibeke umntu oza kugada ukuba ngenene le mali yenza oko bekuthenjiswe kona. U- SABC akasayi kwahluka kuloo nto kwaye ayenziwa ngu-SABC loo nto. Njengoko uMphathiswa ebetshilo, siza kusebenzisana nesebe ukuqinisekisa ukuba xa kunyulwa loo