... iyimisile, nezinye ezilandelayo. Umzekelo, ufumanisa ukuba abantwana bakuthi bayaqhubeka befundela kwizikolo ezingalunganga. Amaqhinga aphinda enziwe ngulo rhulumente we-ANC kukunika ezi zikolo i-R100 000 kuthiwe yiba ubamba apha esi sibonelelo wakhe noba ngamagumbi mathathu esikolo.