Hon Sonti, is that what you said?
IsiXhosa:
Ewe tata, nditshilo kwaye ndicela uxolo kodwa makangayithethi into engekhoyo.
USEKELA SOMLOMO: Mamela sisi, sicela ukuba ungayibeki ngale ndlela uyibeke ngayo. Rhoxisa uze ungabeki mibandela ekungafanelekanga ukuba uyayibeka. Rhoxisa sisi.
Hayi ndirhoxisa ke tatakhe.
USEKELA SOMLOMO: Ndiyabulela ke mama.
English:
Hon Deputy Speaker, we know that the EPWP is the initiative of the ANC-led government and we do not want the other parties to come and highjack