House Chair and hon members...
IsiXhosa:
... ikhona ingxaki apha kwaye sibuhlungu xa siqaphela ukuba asimboni umntu weSebe leMfundo ePhakamileyo, Nzululwazi nobuChwephesha kwaba baPhathiswa balapha. Ingxaki apho ikhoyo uye ufumanise ukuba kwezi Tvet Colleges abantwana bethu bayawenza lamanqanaba ngempumelelo bade baye kuphuma koo- N6. Xa begqibile ukufunda...
English:
... these institutions place the responsibility and burden of looking for placement opportunities on 18 year- olds to 20 year-olds, who do not know anyone in the
private sector. This is unlike your universities of technologies where they are responsible to look at placement opportunities for students. Now, we have a lot of children who are discouraged and demoralised because they have qualifications that they could not take to the next level though the same qualifications are again not good enough for some sectors of the private sector.
IsiXhosa:
Okokuqala, eyona nto esithi urhulumente kufuneka ayenze yeyokuqinisekisa ukuba urhulumente uyabanika...
English:
... placement opportunities so that they can be able to acquire their national diplomas during that 18 months period at the end of the process.
IsiXhosa:
Okwesibini, kufuneka urhulumente ayenze ibe luxanduva lwezi kholeji ukuba zifumanele abafundi...
English:
... placement opportunities so that they can be taken to the next level...
IsiXhosa:
... singathi abantwana bebancinci sibe sibathwalisa uxanduva abangazukwazi ukumelana nalo. Enkosi.