Ms Pam Tshwete

Politician Profile Page

Pam Tshwete

About Pam Tshwete

Appearances

You are wasting my time.

Umosha ixesha lam torho. Lo rhulumente uphetheyo uwa uvuka uzama ukuvelisa amacebo okuphuhlisa isidima sabantu. Uzama ukubuyisa isidima sabantu. Ndinexhala yimibuzo yohloniphekileyo uWalters. Omnye wemibuzo ...

No334E

6 Mar 2013

Enkosi Somlomo, andinawo umbuzo kodwa ndifuna ukuthi kuMnumzana uMaynier, ndiyavumelana noMphathiswa uSisulu ngazo zonke izinto aqhele ukuzithetha ngawe. Ungathini ukuthi emva kweminyaka eli-18 ungazi ukuba uMongameli neSekela lakhe bamelwe kukukhuselwa ...

Oh! Kaloku mna ndiqhele amaqabane hayi aba bantu. [You will understand that I am familiar with comrades, not these people.] [Laughter.]

The hon Dudley is not a member of this ...