iphawule kwakhona ukuba uNkosikazi Mohlomi wafika ePalamente ngonyaka we-1996 ngexesha ekwakusamkelwa ngalo uMgaqo-siseko weli lizwe. Emva kokufundisa ulwimi lwesiNgesi kunye nezinye izifundo zorhwebo kwisikholo samabanga aphakamileyo iKhanya Lesedi eRatanda, eMpuma Randi.