Enkosi Sekela Sihlalo, Mphathiswa ohloniphekileyo, kule minyaka ingama-20 nangaphezulu sizibonile iibhodi namagosa ayintloko zifika ziphinde zimke eSABC. Zonke xa zifika zithembisa utshintsho kodwa ii...
English:
...facts out there are telling a different story.
IsiXhosa:
Umcimbi omkhulu eSABC ngowabasebenzi abaninzi kwaye wena ...
English:
...you are on record objecting to retrenchment. Considering that the new board says: For us to go ahead as a viable SABC we have got to downsize SABC. Hon Minister, will you reconsider your objection to retrenchments at SABC? Thank you.
IsiXhosa:
UMPHATHISWA WEZONXIBELELWANO: Sekela Sihlalo, lungu elihloniphekileyo lale Ndlu mandiqale ndithi akuyonyani ukuba i- SABC ithe ifuna ukucutha inani labasebenzi. Ithe kwiqhinga layo lokuguqula imeko (turnaround strategy) elithe lapasiswa liSebe lezoNxibelelwano kwakunye neSebe lezeMali ukuze likwazi ukubanika imali. Elinye iqhinga kukwenza uphicotho lwezakhono zabasebenzi abakhoyo eSABC (skills audit). Kubalulekile ukuba sijonge ukuba amandla esinawo angakanani na kwaye sijonge ukuba iSABC sifuna ukuba ibenjani na xa sisiya phambili sijonge ikamva lethu khonukuze sikwazi ukufaka izakhono.
Kuza kuthi xa kubonwa ukuba bakhona abasebenzi abangenakho ukuphuhliswa kwizakhono zabo, kuqwalwaselwe ezinye iindlela zokuncedisana nalo nto. Xa ndigqitha kwakhona mhlonipheki, xa usithi uMphathiswa lo uthethayo wayithetha ngokungafihlisiyo (on record) into yokuba akahambisani nodendo lwabasebenzi eSABC, mandiphinde ndikulungise apho lungu elihloniphekileyo...
English:
...because this Minister engaged with the SABC on Section 189 and requested that if there is no feasible retrenchment plan, you cannot go ahead with retrenchments because you need to make sure that budget is available. You also need to understand your capability in terms of the skills that are in-house so that we do not retrench people today and in the next six months you come back and say, we want to re-hire you at a higher cost.
We are considerate because right now, the SABC is tapping into the taxpayers' money. The ...( Inaudible] cautious and take unpopular decisions at times. As I said earlier, the decision that was taken is what has been confirmed by the board,