Modulasetilo wa Ntlo, potso ya ka go motl Motlatsatona ke gore, malobeng re bone Mafapha a
Pusoselegae le Kabo ya Matlo, Lefapha la Temothuo, Tlhabololo ya Metsemagae le Kabo ya Mafatshe a tshwere ka thata go aba kano tsa bong. Sentl-sentle kano ya bong ke eng, le gone mosola wa gonna le yona o le moagi wa Aforikaborwa gape o le motho o montsho ke o feng? Ke a leboga.
The DEPUTY MINISTER OF AGRICULTURE, LAND REFORM AND RURAL
DEVELOPMENT: This is South Africa and we have got 11 Official languages. A title deed can be defined as a legal document providing a person a right to property. It is something very fundamental in this new South Africa.
IsiXhosa:
Njengokuba abantu bakuthi bebeba ngoogob'ityholo bezenzela amatyotyombe apho bathe babona indawo. Kobo bugob'ityholo babengenazo iziqinisekisi mnini besalelwa ngurulumente ongqondo-gqwirha owayengabathatheli ntweni. Ngoku ke, yiyo loo nto ubaluleke kangakanana umcimbi wesiqinisekisi mnini ingakumbi xa kukho umbuzo othi ...
English:
... what does a title deed mean to a black South African? It provides dignity to have a roof over your land; a land that you can call yours.
IsiXhosa:
Umhlaba onothi ukwazi ukwenza nantoni na ngawo nokuba ufuna ukwenza urhwebo ungakwazi ukuba uwusebenzise. Okubaluleke kakhulu kukuba nomntu ongumama apha kuMzantsi Afrika omtsha uyakwazi ukusinikwa isiqinisekiso mnini.
English:
This shows the interests of this government in advancing the cause of an equal society providing women as equal partners to their men folk. Thank you. [Applause.]