siyifakile. Yiyo le nto sifune abantu abanezidanga kwezolimo abangaphangeliyo kuMzantsi Afrika wonke ukuze bakwazi ukuqinisekisa oko. Kodwa ke ndicela undixolele Bawo, kule ndawo yokuba uthina na umyinge ekhulwini. Ndingakwazi ukuwuphendula lo mbuzo ngokulandelisa impendulo ebhaliweyo ukuze ndingayiqhathi le Ndlu. Ndiyabulela.