Hon Khawula, I have noted what you are saying and I'm saying that it is a technical problem that is being attended to. What I was suggesting ...
IsiXhosa:
... mhlawumbi nam ngendiyithetha ngesiXhosa, siyakuva kodwa sikuva kunjalo andazi nokuba uphakamisa ukuba sime kusini na kuba amagosa athi ayayiqwalasela le nto. Kodwa ke bendicebisa ukuba noko singemi, sibe siqhuba.