Hon Chairperson, hon Minister and hon members
...
IsiXhosa:
...siyavuya xa uthe waphinda wabuya, kule nto yenu yokuphuma ningena,.umntu asebenze iinyanga ezintandathu, aphinde
akhutshwe. Ngoku nawe uzakuchitha ezinye iinyanga ezili-18 ucoca la monakalo kaNomvula, uphinde uhambe.
English:
Part of the problem is that each new Minister thinks that he or she is a new broom that will sweep away all the problems, with a new style and idea of what will work. It is, however, patently clear that the lack of policy consistency and effective implementation is a big obstacle. Without continuity, performance cannot be accurately measured. As the UDM sees it, there must be a dramatic shift from crisis management to a more proactive and comprehensive approach.
We can achieve winning housing for a winning nation, only through a master plan that encompasses uniform infrastructure development, which accomplishes housing projects. The UDM supports the housing budget proposal, with the following, but not limited to, provisions:
IsiXhosa:
Okokuqala Mphathiswa, kufuneka khe sicebise ukuba makhe kubekho le nto kuthiwa yi...]
English:
... Presidential Council on Sustainable Development, where all the departments that will be dealing with infrastructure...
IsiXhosa:
... ziza kudityaniswa khona, ukuze zisololoko zilungelelanisa ngalo lonke ixesha. Nibe nayo nemaphu ezakubonakalisa xa kusakhiwa iindlela ukuba le indlela iyaphi, izindlu zizakwakhiwa ndawoni na kule nto yokuba kusithiwa abantu mabasondele kwindawo zempangelo. Ngoku, akukho ngqeqesho ebantwini, abantu bakha izindlu nasecaleni kwendlela okanye ecaleni kwesiporo sikaloliwe. Sithi ke lilonke, njengomntu osuka kwiSebe laMazwe ngaMazwe neNtsebenziswano noko kudala uhamba. Uyayiqonda le ntetho ye...
English:
... council on sustainable development. Thank You.