Sekela Sihlalo, ndiphakamela ukuchaza ukuba le ngxelo ithiwa thaca apha phambi kwethu ayinanto nakwenza nale nto ithethwa lela lungu leDA. Phaya kuMasipala weNgingqi waseBaqulusini...
English:
... when we go for section 139 we had a report from the Auditor- General.
IsiXhosa:
Ingxaki esinayo yeyokuba kukho aba bantu sihamba nabo bathi, "mhla ndaphatha".