Abantu bakowethu emakhaya kufuneka bayazi ukuba nakule Palamente yesiThandathu eza kungena umbutho wesizwe uza kube ukhona ngobuninzi. Kufuneka uqinisekise ukuba uza kuyithatha le nyewe kule ndawo ikuyo ukuya kuthi gaa apho uMgaqo-siseko uza kutshintshwa khona...