ohloniphekileyo, ilungu eli limele ukuba liyazi ukuba eli jelo lePalamente alikho phantsi kwe SABC. lijelo elenziwa phakathi kwePalamente nomntu oliqhubayo okanye i-DSTV. Ngoko ke njengoMphathiswa wezoNxibelelwano, akukho nto ndinokuyiyithetha. Andazi ukuba ngubani ekumele ukuba afumane imali komnye. Ndiyabulela Somlomo[Kwaqhwatywa.]