siyithethayo ngoku sithi, mayibe ziinkampani ezizimeleyo kodwa zibe phantsi kwe-Eskom Holdings. Lo nto ithi kuza kuba nenkampani eyongameleyo eza kubizwa njenge-Eskom Holdings ukuze ngezantsi kubekho i-Eskom generation, Eskom distribution and Eskom transmission. Ezi nkampani ziza kufakwa kwi- Eskom Holdings.