Mariaan; Makubu- Badenhorst Lolie; Mbuli Thulani; Mthembu Aubbrey; Muthien Bernadette; Mudau Ntshengedzeni Edward; Rasana Nomakhosazana kunye noMaleboa Manfred Kgomotso. Siyacela ukuba le Ndlu yoWiso-mthetho yeSizwe iwaphumeze la magama kuba sekulithuba uPanSalb engenayo le ibhodi. Sibona ibalulekile kakhulu le komiti kuba iilwimi zabantu zingathi.