Sithanda ukwazisa ukuba inkqubo yotshintsho inde kwaye inamahla-ndenyuka isenziwa ngokusekelwa kwikamva esilinqwenelayo singabantu ngokubanzi. Njengoko uxwebhu lwethu lweqhinga lokusebenza nobuchule, strategy and tactics document, lwe-ANC lusitsho ukuba: