Lastly, I want to say that ... kufuneka sikhumbule ukuba olu xanduva siluhlambayo yimpahla emdaka eyashiywa ngoomakhulu nootatomkhulu babo. Abantwana abanayo impilo ngenxa yobuhlwempu nokulamba kwabantu bakuthi, kuba zonke izicwangciso zorhulumente wangaphambili zazilungiselelwe abantu abambalwa. Kungoko ke sisaphixana noxanduva lokwandisa imali esifike ingekho, iyintwana encinci. Ngoko ke ndifuna ukuthi masincome umsebenzi woMphathiswa wezeMpilo noMphathiswa wezeMfundo ... (Translation of isiXhosa paragraph follows.)