Speaker, I think the key issue here Minister is being able to juggle resources for different regional peaks in the infection rate so that we are able to respond appropriately but the problem, Minister ...
IsiXhosa:
... mandiyibeke kakuhle ngesiXhosa kuba ndithetha nabantu baseMpuma Koloni kulo mxholo. Kukho amaphondo afana neMpuma Koloni apho umntu xa ethe wavavanywa kwabhaqwa ukuba unale ntsholongwane ufumanisa ukuba ...
English:
... is almost like a death sentence. That is what we are going to have to change in the system.
IsiXhosa:
Yintoni ekufuneka uyenzile kuba ...
English: ... other people go and test and as soon as they are quarantined in health care facilities ...
IsiXhosa:
... ufumanisa ukuba bagcinwa nje benziwe amakheswa bade bazifele apho kuba kungekho ...
English: ... health care workers that want to serve them. There are many of those instances, even yesterday; I was on the call about a different case in King William's Town, which happened along the lines of what happened to my aunt.
IsiXhosa:
Isebe lakho liza kwenza njani ukuqinisekisa ukuba xa abantu bathe bafunyaniswa benentsholongwane kwezi ndawo zonyango bangazithathi ngokungathi bagwetyelwe ukufa baphele besifa abantu. Mphathiswa, nceda yithethe le nto yalo mhlonyane kwaye kuyafuneka ukuba siyithethe ngendlela eyiyo, singayiwangazelisi, umhlonyane uyasebenza ekulweni umkhuhlane. Nalapha eNtshona Koloni kukhona umntu obenale ntsholongwane egcinwe e...
English:
... Lagoon Beach Hotel, which is a health care facility for the province here ...
IsiXhosa:
... othe wasebenzisa umhlonyane kangangentsukwana nje ezintandathu ukuya kwisixhenkxe emva koko intsholongwane yanyamalala. Loo nto ithetha ukuba kufuneka uqwalaselwe lo mhlonyane ukuba uyasebenza kusini na ukuze singazisokolisi ngokufunana namachiza asentshona sinawo awethu.
English: