Ndithi ukuba isiXhosa akasazi, okanye mandiphinde nditsho okanye zebamcacisele uthumele amapolisa. Lipolisa elibulele umntu. Ipolisa lelikabani? (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Ms N P SONTI: I say if she does not understand isiXhosa, or let me repeat it or they should explain to her that he sent the police. It is a policeman that killed a person. And the policeman belongs to whom?]