Sifuna ukuthi ke, loo mizamo ikhoyo yenziwe ngurhulumente, naboshishino mabayilandele ukuze amakhosikazi angene abe ngamagosa aphezulu ekuthiwa zii- CEO kwaye abekho nakwiibhodi zeenkampani zelizwe loMzantsi Afrika. Siyabona ukuba umama uDe Lille ufakiwe, kodwa siyazi ukuba ufakwe kuba kucingwa ukuba uza kuzisa iivoti. Asikuko ukuba kusamkelwa yi-DA ukuba nawo amakhosikazi anenxaxheba afanele ukuyidlala elizweni lawo koko bacinga ukuba uza kuza neevoti. Sibanqwenela okuhle kweloo themba banalo bangasoze balibone lifezekiseka. Siyabulela. [Kwaqhwatywa.] (Translation of isiXhosa paragraphs follows.) [... it seems as if there is only one woman with brains. All other women in this province have no brains, cannot think and are incapable of leading. Since the ANC has adopted the 50/50 gender equality, we call upon all the political parties, starting with the DA followed by the Inkatha Freedom Party and all those in the opposition with a few women occupying the seats at the back, to empower women. These parties must be instrumental in empowering women to occupy executive positions. [Applause.]