Thank you, Chair, I move without notice:
That the House -
(1) notes that ...
... umbutho i-UDM usoloko usithi gqolo ufumana amalungu amatsha, oku kusibonakalisa ukuba abantu baseMzantsi Afrika basakholelwa kumbono wawo othi, i-UDM likhaya labo bonke abantu baseMzantsi Afrika;
(2) ukuba kwiCawe edlulileyo, umhla wama-24 kweyoMdumba kowama- 2008, i-UDM ibisamkela amalungu amatsha aphuma kumbutho kaKhongolose, i-ANC, amalunga nama-300, eSamora Machel apha eKapa; (Translations of isiXhosa paragraphs follows.)
[(1) the UDM is constantly receiving new members and that this is an indication that the people of South Africa still believe in its mission that it is the home of the people of South Africa;
(2) on Sunday, 24 February 2008, the UDM welcomed approximately 300 new members from the ANC in Samora Machel in Cape Town;] and
(3) that the members are an illustration of the growing need for a change among South Africans who are fully dedicated to democracy in this country. They demonstrate that the UDM is a viable alternative.
I thank you. [Interjections.]