Hon member, I now want to proceed.
UMPHATHISWA WEZOLIMO NEMICIMBI YOMHLABA: Ndiyayazi Somlomo laa fama ise- Elliot, awazinika yona uMathanzima, kodwa ke wabhubha ke ngoku kwaye akhange litsho ilungu elibekekileyo ukuba lifuna uncedo ngayo. Ndiyabulela. [Kwahlekwa.] (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[The MINISTER OF AGRICULTURE AND LAND AFFAIRS: Speaker, I know about that farm at Elliot, which Matanzima allocated himself. However, he passed away and the hon member did not indicate whether he needs some help with regard to that farm. I thank you. [Laughter.]]
Vote No 29 - Minerals and Energy - put.