Okay. Finish off, hon Minister.
Mandicele uxolo kulo ungaphaya kuba khange ndiyive ikhatywa. Ndicinga ukuba lo mba ubuphakanyiswa yi-EFF ubalulekile kuba ke le nto idla umzi kuba aba bantu balaa ndawo kufuneka sibancedile. Ndicinga ukuba ilungu le-EFF ebeliphakamise lo mba liya kuba nathi ukuze siqinisekise ukuba asithethi nje koko siya sebenza. Enkosi. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Let me apologise to the one on the other side because I haven't seen it rejected. I think the issue raised by the EFF is very important because it relates to something that is a bone of contention within that community. I think the EFF member who raised the issue will be with us so that we ensure that we don't just talk, but we do. Thank you.]