Somlomo, ndicinga ukuba kuthiwa susa iintongo emehlweni ukuze ukwazi ukubona kakuhle. Akaboni umama kuba kaloku kungwevu apha emehlweni. UMgaqo- nkqubo wezokuKhubazeka kudala yapasiswa ngulo rhulumente ntonje ngoku ... (Translation of isiXhosa paragraph follows.) [The MINISTER OF WOMEN, CHILDREN AND PEOPLE WITH DISABILITIES: Hon Speaker, I think it is said that one should remove eye crust from one's eyes so that one can see properly. The lady cannot see properly because she is suffering from cloudy vision. Policy on disability was passed ages ago by this government, except that now ...]