... abafazi, abantwana nabantu abakhubazekileyo. Kungoko ke lo rhulumente kwimithetho eminizi eyapasiswayo, engena nje uTata uMandela apha kule Ndlu yoWiso-mthetho yeSizwe, wabona ukuba oomama, abantwana nabantu abakhubazekileyo kufuneka bexhotyisiwe. [... women, children and people with disabilities. It is for that reason that in the many laws that this government passed - when Tata Mandela first came to the National Assembly - it saw fit to empower women, children and people with disabilities.]