I call hon Mayatula to the podium. While he is going there, let me say this.
Malungu ahloniphekileyo, ndihleli apha ndisoyika ukuthi kuni thulani kuba kukho abantwana abancinci phaya phezulu abangangxoliyo. Ngoku ndoyika nokukhwaza ndithi kuni thulani kwaye nezithethi andiziva kuba niyangxola nyhani apha ezantsi. [Kwaqhwatywa.] (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Hon members, I am sitting here and I'm ashamed to ask you to keep quiet because there are young children who are quiet up there. I'm ashamed to shout at you and say keep quiet. I cannot even hear the speakers because you are really making a noise down here. [Applause.]]