Somlomo, ndibulela umama ophakamileyo, ekhuza esinye sezihelegu esehlileyo kwakhona apho umama onama-89 eminyaka edlwengulwe elele, ebusuku, eXhorha. Uhlatywe wabulawa ngumfana onama-23 eminyaka waze wadibanisa nomzukulwana oneminyaka emine obekhala xa ebona esi sihelegu.