Kulo mba weeposi, siqinisekisile, sisebenza neBhodi yeePosi, eyayinyulwe apha ePalamente, kunye nabaphathi ukuba siyayazi into yokuba abantu bayasokola abakwazi ukufumana iiposi zabo ngenxa yolu qhankqalazo. Siye savumelana ukuba songeze amaxesha okusebenza ukuze iincwadi kunye neepasele zabantu zikwazi ukufika kubo. [Welewele.] Siye safumanisa Somlomo ukuba ... [Welewele.] (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)