Madam Deputy Speaker ...
... ohloniphekileyo uMakhuba angandincedisa ngokundixelela ukuba lo mntu odlule zonke iidolophu zaseMzantsi Afrika, ufike njani apha eKapa? Umntu ofuna ukuba simncede afihle intloko, apho afikela khona uza kuxela ukuba ndifuna ukufihla intloko, ndibalekile ndincedeni. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[... can the hon Makhuba assist me by telling me how this person that she is referring to, who passed all the towns of South Africa, got to Cape Town? A person who wants us to help provide him with asylum declares when he reaches his destination that, "Please help me, I am a refugee; I am looking for asylum".]
That is the process we want to develop ...
... yokuba xa umntu efika simncede angazifumani selehambe indlela ende ade afike eKapa singazi nokuba ungene kowuphi umda. Ngoko ke sithi apho abantu bangena khona, masibeke i-ofisi ukuze sikwazi ukunceda wonke umntu kuloo mda angene kuwo. Ndiyabulela. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[... that when a person arrives here we help him, so that he does not find himself having travelled a long distance to get to Cape Town without us knowing which port of entry he used to enter South Africa. Therefore we say, let us have offices at the ports of entry so that we can be able to help everyone at the port of entry through which they get into South Africa. I thank you.]