Deputy Speaker, through you ...
... mandiyibuze ngesiXhosa le nto. UMphathiswa makasincede asixelele isizathu esibangele ukuba angabikho embizweni ... [Uwelewele.] Hayi, akakhange ayithethe le nto ndiyithethayo ndicela nikhe nime. Uza kuzisombulula njani iingxaki ezi banazo abantu phaya kwaye zithini izicwangciso zakhe? Makasixelele.
USEKELA-SOMLOMO: Kuthiwa phendula ngesiXhosa Mphathiswa. (Translation of isiXhosa paragraphs follows.)
[... let me ask this in isiXhosa. The Minister must please tell us the reason why she didn't attend the imbizo ... [Interjections.] No, she didn't say what I'm saying, so please wait. How is she going to solve the problems the people are experiencing there and what are her plans? She must tell us.