Umbuzo endinawo ngulo olandela imeko eseyixakile eMzantsi Afrika. Abantu behluphekile, bekhathazekile kukubona amaxesha amaninzi iimvumi ezizezona zithandwayo nezizezona zibonakala kakhulu zingamalungu e- ANC. Kusoloko kubizwa zona xa kukho imibhiyozo eququzelelwa leli sebe. Umbuzo wam ngowokuba, kusetyenziswa eziphi iimpawu ukuchonga imvumi ekufuneka ihambe, iye kombela apho? (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Mr P NTSHIQELA: The question I want to ask is the one that is bothering South Africa in general. People are disgruntled, they are not happy because most of the time the singers who are popularised and more visible are those that are members of the ANC. They are the ones who are always hired when there are functions organised by this department. My question is, which criteria are used in identifying singers who are going to perform?]