... unguMphathiswa into oyiyo. Ndiyacebisa apha kuba kukho ingxaki - ukuze iqwalasele zonke ezi zinto kuba abaphicothi ziincwadi aba kuthiwa mabenze uphando, abanye babo abahlolwanga ngokwenkqubo yezobuntlola. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[Mr B H HOLOMISA: ... you are a Minister. I'm offering my advice here because there is a problem - so that it observes everything, as some of the auditors who are tasked to do the audit were not assessed through the intelligence system.]
This is a security risk exercise.
Ndicela ukuba niyiqwalasele loo nto - ungabe ungxola nje wena ungazi nento apha. [I would appreciate it if you could take that into consideration - you must not just make a noise when you are clueless.] [Laughter.]