Masibulele Sekela-Mongameli ngokuphinda usikhumbuze ukuba wawuphendule wathini. Siyazi ukuba xa abaPhathiswa bezama ukuba bangayikhohlisi iNdlu, ngelinye ixesha kuye kuthiwe bayonqena okanye akukho nto bayaziyo. Kodwa ke, siyi-ANC siyema sikucela kwaye sikubongoza ukuba ukhondoze ukubacela ukuba baphendule imibuzo. Sonelisekile yimpendulo yakho kwaye siyabulela ngemizamo yakho. Enkosi. (Traslation of isiXhosa paragraph follows.)
[Ms M L DUNJWA: Thank you, Deputy President, for reminding us of what you said in your reply. We know that when Ministers try not to mislead the House, they are sometimes accused of being lazy or of knowing nothing. However, as the ANC we beseech you to continue appealing to Ministers to reply to questions. We are satisfied with your reply and we thank you for your efforts. Thank you.]
Amount spent on War on Poverty Campaign
18. Mr J J McGluwa (ID) asked the Deputy President:
How much has the Anti-Poverty Programme spent since 1 January 2012 on its War on Poverty Campaign? NO3515E