... abahlolokazi bayafikelwa ngobusuku zizixhiliphothi zamadoda. La madoda afika emizini utata wakhona engekangcwatywa nokungcwatywa, kuthiwe wena mama uyangenwa okanye uyahamba, khetha ukuba uza kungenwa okanye uyahamba kulo mzi. (Translation of isiXhosa paragraph follows.)