... the Southern African Development Community, the AU and from our communities.
Uyabona xa kusithiwa chophela intlanganiso - ndiyakucebisa - kufuneka umntu othethayo umlumkise ... [When you are asked to chair a meeting - I am just giving you advice - you must make the person on the floor aware of the time ...]
- I have one minute left -
... uthi kushiyeke umzuzu omnye, ukwenzela ukuba akwazi ukuqukumbela, ungavele uthi nje gxabalala. Phathekani, bafana. [Kwahlekwa.] [Kwaqhwatywa.] (Translation of isiXhosa paragraph follows.)
[... and tell the person that he/she has one minute left, so that he/she will be able to wrap up his/her speech, and not just stop people abruptly like that. Be respectful, young man. [Laughter.] [Applause.]