Njengokuba silapha namhlanje sigqiba iminyaka elikhulu yeli rhamba linombala omnyama, omhlophe, oluhlaza namthubi siye sachulumanca kukubona kubhiyozelwa le minyaka. Oko kusenze sakwazi, siyile Palamente kazwelonke, ukuba sibize bonke abafazi nokuba ngabawaphina amaqela ezopolitiko ... (Translation of isiXhosa paragraph follows.)