Okunye esikucebisayo kukuba uMphathiswa wethu athethathethane noMphathiswa weSebe lezeMisebenzi yoLuntu kulungiswe laa hostele yaseGraskop kuba baninzi abantu abahlala phaya. Loo nto iya kwenza ukuba ibhaliswe kwirejista karhulumente khonukuze iSebe lokuHlaliswa kwaBantu likwazi ukuyiphucula.